South Africa has lost Very Big!
Kodwa uThixo akasusi Mphefumlo, ufuna icebo.Ndivumeleni ndithi, uKagisho Kgomo umzamo omhle uwuzamile,ugqatso ulufezile futhi Ukhola ulugcinile.
So dear South Africans and Friends, Mndululeni uKagisho Kgomo aye eNkosi yakhe, until we all meet again!
Africa My Beginning and Africa My Ending!